logo

Sibunjwe ngokukhethekileyo

Rent or Buy eTextbook

Lifetime

27.09 SAR

Inclusive of VAT


Note: This product is digital and will be delivered through the e-mail that was entered when registering on the site, you’ll receive an e-mail message containing the digital product code that you will use later for activation once the payment is completed. To learn how to get the product please click here

Discription

Amantombazana antsundu angamadela-kufa, enza kwenzeke, kwaye ayawushukumisa umhlaba. Singaba ziingcali kwezenzululwazi, amagcisa, iinjineli okanye naluphi na uhlobo lobuvulandlela.

Amantombazana antsundu akhaliphile, silandela umzekelo wamanye amanina akhethekileyo! Nditsho amanina awayekhona phambi kokuba sizalwe – oodade bethu noomama bethu.

Incwadi ethi Sidalwe ngokukhethekileyo yincwadi eyakhayo nenika inkuthazo kumantombazana antsundu. Incoma indlela la mantombazana antsundu ngayo ngokwahlukileyo, anemizimba eyahlukileyo namile ngokwahlukileyo ngayo. Le ncwadi fundisa amantombazana hayi ukuzamkela nje kuphela koko ukubhiyozela indlela adalwe ngokukhethekileyo ngayo ngokwasemzimbeni, ngokweetalente zawo ngelixa ikwakhuthaza ukuba abe namaphupha amakhulu aphuhlise nesakhono sawo sokuyila.

ISBN 9781776251216
EISBN 9781776251223
Author Tshwanelo Serumola
Publisher Macmillan South Africa

Book Reviews

tikbook whatsapp